Yeremiya 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+ 1 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+
10 Kodwa uYehova enyanisweni nguThixo.+ UnguTHIXO ophilayo+ noKumkani ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Ngenxa yokucaphuka kwakhe umhlaba uya kunyikima,+ kwaye akukho zintlanga ziya kuma ngaphantsi kwesiqalekiso sakhe.+
9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+