ABagwebi 3:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+ ABagwebi 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+ 1 Samuweli 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe. 1 Samuweli 17:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+
31 Emva kwakhe kwabakho uShamgare+ unyana ka-Anati, kwaye waxabela amaFilisti,+ amadoda angamakhulu amathandathu, ngoviko lweenkomo; naye wamsindisa uSirayeli.+
15 Ke kaloku wafumana ithambo lomhlathi we-esile eliliduna elifumileyo waza wolula isandla sakhe walithabatha, waxabela iwaka lamadoda ngalo.+
22 Kwaza ke ngemini yedabi akwafunyanwa krele+ okanye mkhonto esandleni sakhe nabani na ebantwini ababekunye noSawule noYonatan; kodwa kwafunyanwa elikaSawule+ nelikaYonatan unyana wakhe.
47 Nalo lonke eli bandla liya kwazi ukuba akungakrele nangamkhonto ukusindisa kukaYehova,+ ngenxa yokuba lelikaYehova idabi,+ yaye umele aninikele esandleni sethu.”+