IMizekeliso 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+ 1 Yohane 3:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+ 1 Yohane 4:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+
4 Kukho inkohlakalo yomsindo, kukwakho nomkhukula womsindo,+ kodwa ngubani na onokuma phambi kwekhwele?+
15 Lowo umthiyileyo+ umzalwana wakhe usisibulala-mntu,+ yaye niyazi ukuba akukho sibulala-mntu+ sinobomi obungunaphakade obuhleliyo kuso.+
20 Ukuba umntu uthi: “Ndiyamthanda uThixo,” kodwa abe emthiyile umzalwana wakhe, ulixoki.+ Kuba lowo ungamthandiyo umzalwana wakhe,+ ambonileyo, akanako ukumthanda uThixo, angambonanga.+