ABagwebi 3:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela. 2 Samuweli 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke kaloku uAbhisalom wathumela iintlola+ kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, esithi: “Kamsinya nakuva isandi sesigodlo, nimele nithi, ‘UAbhisalom uye waba ngukumkani+ eHebron!’”+
27 Wathi akufika apho wavuthela isigodlo+ kummandla weentaba wakwaEfrayim;+ baza oonyana bakaSirayeli behla naye kummandla weentaba, yena ebakhokela.
10 Ke kaloku uAbhisalom wathumela iintlola+ kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, esithi: “Kamsinya nakuva isandi sesigodlo, nimele nithi, ‘UAbhisalom uye waba ngukumkani+ eHebron!’”+