16 Ke kaloku thumelani ngokukhawuleza nize nixelele uDavide,+ nithi, ‘Musa ukuhlala ethafeni eliyinkqantosi lasentlango ngobu busuku, kodwa ufanele nakanjani na uwele,+ ngokoyikela ukuba ukumkani nabo bonke abantu abanaye basenokuginywa+ bagqitywe.’”