Genesis 40:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku uFaro uya kuyiphakamisa isuke intloko yakho kuwe aze ngokuqinisekileyo akuxhome esibondeni;+ zize ngokuqinisekileyo iintaka ziyidle inyama yakho.”+ Numeri 25:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wathi ke ngoko uYehova kuMoses: “Thabatha bonke abaziintloko zabantu uze ubabhence kuYehova+ elangeni, ukuze kubuyiswe ukuvutha komsindo kaYehova kuSirayeli.” Duteronomi 21:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Xa athe umntu waba nesono esifanelwe sisigwebo sokufa, wabulawa,+ waxhonywa esibondeni,+
19 Kwiintsuku ezintathu ukususela ngoku uFaro uya kuyiphakamisa isuke intloko yakho kuwe aze ngokuqinisekileyo akuxhome esibondeni;+ zize ngokuqinisekileyo iintaka ziyidle inyama yakho.”+
4 Wathi ke ngoko uYehova kuMoses: “Thabatha bonke abaziintloko zabantu uze ubabhence kuYehova+ elangeni, ukuze kubuyiswe ukuvutha komsindo kaYehova kuSirayeli.”