1 Kumkani 11:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+ 1 Kumkani 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba, ngenxa kaDavide,+ uYehova uThixo wakhe wamnika isibane+ eYerusalem ngokuvelisa unyana wakhe emva kwakhe nokugcina iYerusalem ikho,+ 2 Kumkani 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye uYehova akazange afune ukumonakalisa uYuda+ ngenxa kaDavide umkhonzi wakhe,+ kanye njengoko wayemthembisile ukumnika isibane+ ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.
36 Kwaye unyana wakhe ndiya kumnika isizwe esinye, ukuze uDavide umkhonzi wam aqhubeke enesibane lonke ixesha phambi kwam eYerusalem,+ isixeko endizinyulele sona ukuba ndibeke igama lam apho.+
4 Kuba, ngenxa kaDavide,+ uYehova uThixo wakhe wamnika isibane+ eYerusalem ngokuvelisa unyana wakhe emva kwakhe nokugcina iYerusalem ikho,+
19 Yaye uYehova akazange afune ukumonakalisa uYuda+ ngenxa kaDavide umkhonzi wakhe,+ kanye njengoko wayemthembisile ukumnika isibane+ ngalo lonke ixesha yena noonyana bakhe.