2 Samuweli 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye uDavide wazi ukuba uYehova ummisele ngokuqinileyo njengokumkani phezu koSirayeli+ nokuba wayebuphakamisile+ ubukumkani bakhe ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.+ 2 Samuweli 7:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.
12 Yaye uDavide wazi ukuba uYehova ummisele ngokuqinileyo njengokumkani phezu koSirayeli+ nokuba wayebuphakamisile+ ubukumkani bakhe ngenxa yabantu bakhe amaSirayeli.+
9 Ndiya kuba nawe naphi na apho uya khona,+ ndizinqumle zonke iintshaba zakho phambi kwakho;+ kwaye ngokuqinisekileyo ndiya kukunika igama elikhulu,+ njengegama labo bakhulu abasemhlabeni.