2 Samuweli 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle. 2 Samuweli 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+ 1 Kronike 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Oodade wabo yayinguTseruya noAbhigali;+ bona oonyana bakaTseruya yayinguAbhishayi+ noYowabhi+ noAsaheli,+ bebathathu. 1 Kronike 27:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.
18 Ke kaloku babelapho oonyana abathathu bakaTseruya,+ uYowabhi+ noAbhishayi+ noAsaheli;+ ke uAsaheli wayenamendu ezinyaweni zakhe, njengelinye lamabhadi+ asendle.
23 Kodwa wala ukujika; waza uAbhinere wamhlaba ngoluthi lomkhonto esiswini,+ ngokokuze umkhonto uye kuphuma emhlana; wawa ke apho waza wafela apho wayekhona. Bonke abo babefika kwindawo awayewele kuyo uAsaheli waza wafa babesima ngxi.+
16 Oodade wabo yayinguTseruya noAbhigali;+ bona oonyana bakaTseruya yayinguAbhishayi+ noYowabhi+ noAsaheli,+ bebathathu.
7 Owesine kweyesine inyanga yayinguAsaheli,+ umzalwana kaYowabhi,+ noZebhadiya unyana wakhe emva kwakhe, yaye kwisahlulo sakhe yayingamashumi amabini anesine amawaka.