3 Kodwa uYowabhi wathi: “Ngamana uYehova angongezelela ebantwini bakhe ngokuphindwe kalikhulu kubuninzi babo.+ Asingabo abakho na, nkosi yam kumkani, bonke njengabakhonzi bakho? Iyifunela ntoni na inkosi yam le nto?+ Yini na ukuba imzisele ityala uSirayeli?”