1 Kronike 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wabeka iinkampu zomkhosi kwaEdom, yaye onke amaEdom aba ngabakhonzi bakaDavide.+ UYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+ INdumiso 37:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+ INdumiso 60:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 KuThixo siya kuzuza amandla,+Yaye yena uya kuzinyathela iintshaba zethu.+
13 Wabeka iinkampu zomkhosi kwaEdom, yaye onke amaEdom aba ngabakhonzi bakaDavide.+ UYehova waqhubeka emsindisa uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
28 Kuba uYehova ngumthandi wokusesikweni,+Yaye akayi kubashiya abanyanisekileyo bakhe.+ע [ʽAʹyin]Ngokuqinisekileyo baya kulindwa ukusa kwixesha elingenammiselo;+Kodwa yona inzala yabo bangendawo iya kunqunyulwa.+