1 Kumkani 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+ 1 Kronike 21:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Le nto yaba mbi emehlweni oTHIXO oyinyaniso,+ waza wamxabela uSirayeli. INdumiso 11:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu. Yeremiya 32:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+ Hebhere 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
5 ngenxa yokuba uDavide wenza okulungileyo emehlweni kaYehova, kwaye akazange aphambuke kuyo nantoni na awayemyalele yona yonke imihla yobomi bakhe,+ ngaphandle kombandela kaUriya umHiti.+
4 UYehova usetempileni yakhe engcwele.+UYehova—isemazulwini itrone yakhe.+Amehlo akhe ayabona, amehlo akhe aqaqambileyo ahlolisisa+ oonyana babantu.
19 ocebo likhulu+ nozenzo zininzi,+ wena omehlo avulekileyo phezu kweendlela zonke zoonyana babantu,+ ukuze unike ngamnye ngokweendlela zakhe nangokwesiqhamo sezenzo zakhe;+
13 Akukho sidalwa singabonakaliyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye zibhencekile emehlweni alowo simele siphendule kuye.+