1 Samuweli 15:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+ 2 Samuweli 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda. 1 Kronike 11:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko onke amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kukumkani eHebron waza uDavide wenza umnqophiso kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli, ngokwelizwi likaYehova+ ngoSamuweli.+
28 Wathi ke uSamuweli kuye: “UYehova ulukrazule+ kuwe namhlanje ulawulo lwasebukhosini lukaSirayeli, yaye ngokuqinisekileyo uya kulunika idlelane lakho elilunge ngakumbi kunawe.+
5 EHebron walawula njengokumkani phezu koYuda kangangeminyaka esixhenxe neenyanga ezintandathu;+ yaye eYerusalem+ walawula njengokumkani kangangeminyaka engamashumi amathathu anesithathu phezu koSirayeli wonke noYuda.
3 Ngoko onke amadoda amakhulu akwaSirayeli eza kukumkani eHebron waza uDavide wenza umnqophiso kunye nawo eHebron phambi koYehova; emva koko amthambisa+ uDavide njengokumkani phezu koSirayeli, ngokwelizwi likaYehova+ ngoSamuweli.+