Genesis 35:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+. Yeremiya 15:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Umfazi ozala abasixhenxe uphelelwe; umphefumlo wakhe uzabalazela impefumlo.+ Ilanga lakhe litshone emini;+ libe neentloni laza laziva lidanile.’ ‘Kwaye intsalela yabo ndiya kuyinikela ekreleni phambi kweentshaba zabo,’+ utsho uYehova.”
18 Kwathi ke ngethuba lokuphuma komphefumlo wakhe+ (kuba wafa)+ wamthiya igama elinguBhen-oni; kodwa uyise wathi nguBhenjamin+.
9 Umfazi ozala abasixhenxe uphelelwe; umphefumlo wakhe uzabalazela impefumlo.+ Ilanga lakhe litshone emini;+ libe neentloni laza laziva lidanile.’ ‘Kwaye intsalela yabo ndiya kuyinikela ekreleni phambi kweentshaba zabo,’+ utsho uYehova.”