1 Kumkani 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’ 1 Kumkani 16:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wonke okaBhahasha ofayo esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na wakhe ofela entsimini uza kudliwa ziintaka zezulu.”+ Yeremiya 15:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise. ISityhilelo 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuze nidle inyama+ yookumkani nenyama yabaphathi-mikhosi nenyama yabantu abomeleleyo+ nenyama yamahashe+ neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka nabancinane nabakhulu.”
11 OkaYerobhoham ofayo esixekweni, uya kudliwa zizinja;+ yaye ofela entsimini, uya kudliwa ziintaka zezulu,+ ngenxa yokuba ukuthethile oko uYehova.”’
4 Wonke okaBhahasha ofayo esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na wakhe ofela entsimini uza kudliwa ziintaka zezulu.”+
3 “‘Kwaye ndiza kubamisela iintsapho ezine,’+ utsho uYehova, ‘ikrele lokubulala, nezinja ukuba zirhuqe, nezidalwa eziphaphazelayo zamazulu+ nezilo zomhlaba ukuba zidle nokuba zonakalise.
18 ukuze nidle inyama+ yookumkani nenyama yabaphathi-mikhosi nenyama yabantu abomeleleyo+ nenyama yamahashe+ neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke, abakhululekileyo namakhoboka nabancinane nabakhulu.”