1 Kumkani 14:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Eminye imicimbi kaYerobhoham, indlela awalwa ngayo+ nawalawula ngayo, nantso ibhalwe+ encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli. 1 Kumkani 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yonke ke imicimbi kaBhahasha nako konke awakwenzayo namandla akhe, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli? 1 Kumkani 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yonke eminye imicimbi kaOmri, awakwenzayo namandla akhe awasebenza ngawo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
19 Eminye imicimbi kaYerobhoham, indlela awalwa ngayo+ nawalawula ngayo, nantso ibhalwe+ encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli.
5 Yonke ke imicimbi kaBhahasha nako konke awakwenzayo namandla akhe, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?
27 Yonke eminye imicimbi kaOmri, awakwenzayo namandla akhe awasebenza ngawo, akubhalwanga na encwadini+ yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?