Genesis 18:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke uSara wahlekela ngaphakathi,+ esithi: “Njengokuba sendiphelile nje, ndingaba saba nalo ngenene uyolo kusini na, nenkosi yam yaluphele nje?”+ 1 Petros 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 njengoko uSara wayemthobela uAbraham, embiza ngokuthi “nkosi.”+ Ningabantwana bakhe ke nina, ukuba nihlala nisenza okulungileyo kwaye ningoyiki nayiphi na into enkwantyisayo.+
12 Ngoko ke uSara wahlekela ngaphakathi,+ esithi: “Njengokuba sendiphelile nje, ndingaba saba nalo ngenene uyolo kusini na, nenkosi yam yaluphele nje?”+
6 njengoko uSara wayemthobela uAbraham, embiza ngokuthi “nkosi.”+ Ningabantwana bakhe ke nina, ukuba nihlala nisenza okulungileyo kwaye ningoyiki nayiphi na into enkwantyisayo.+