Duteronomi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+ Duteronomi 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ndajika ke ndehla entabeni+ ndaza ndawabeka amacwecwe etyeyeni endayenzayo, ukuze ahlale khona, kanye njengoko uYehova wandiyalelayo.+ Hebhere 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;
13 Wanixelela umnqophiso wakhe,+ awaniyalela ukuba niwenze—aMazwi Alishumi,+ waza emva koko wawabhala emacwecweni amabini amatye.+
5 Ndajika ke ndehla entabeni+ ndaza ndawabeka amacwecwe etyeyeni endayenzayo, ukuze ahlale khona, kanye njengoko uYehova wandiyalelayo.+
4 Lalinesiqhumiso segolide+ netyeya yomnqophiso+ eyalekwe macala onke ngegolide,+ kukho kuyo ingqayi yegolide inemana+ kunye nentonga ka-Aron eyayimile amathupha+ kunye namacwecwe+ omnqophiso;