INdumiso 113:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 UYehova uphakamile ngaphezu kweentlanga zonke;+Ubuqaqawuli bakhe bungaphezu kwamazulu.+ INdumiso 148:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Mabalidumise igama likaYehova,+Kuba ligama lakhe lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+Isidima sakhe siphezu komhlaba nezulu.+ Yeremiya 23:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “Okanye ingafihlwa na nayiphi indoda kwiindawo ezifihlakeleyo ndize mna ndingayiboni?”+ utsho uYehova. “Andizalise amazulu nomhlaba na okunene mna?”+ utsho uYehova. IZenzo 7:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 ‘Izulu liyitrone yam,+ nomhlaba usisihlalo seenyawo zam.+ Luhlobo luni na lwendlu eniya kundakhela yona? utsho uYehova. Okanye yiyiphi na indawo yokuphumla kwam?+
13 Mabalidumise igama likaYehova,+Kuba ligama lakhe lodwa eliphakame ngokungenakufikeleleka.+Isidima sakhe siphezu komhlaba nezulu.+
24 “Okanye ingafihlwa na nayiphi indoda kwiindawo ezifihlakeleyo ndize mna ndingayiboni?”+ utsho uYehova. “Andizalise amazulu nomhlaba na okunene mna?”+ utsho uYehova.
49 ‘Izulu liyitrone yam,+ nomhlaba usisihlalo seenyawo zam.+ Luhlobo luni na lwendlu eniya kundakhela yona? utsho uYehova. Okanye yiyiphi na indawo yokuphumla kwam?+