Yoshuwa 24:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Yaye ngoku yoyikani uYehova+ nize nimkhonze ngokungenasiphoso nangenyaniso,+ nize nisuse oothixo ababekhonzwa ngookhokho benu ngaphesheya koMlambo naseYiputa,+ yaye nikhonze uYehova. Ezra 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngoko nangoko zaya kuZerubhabheli+ nakwiintloko+ zezindlu zooyise zaza zathi kubo: “Masakhe kunye nani;+ kuba, njengani kanye, sifuna uThixo wenu+ yaye sibingelela kuye ukususela ngemihla kaEsar-hadon+ ukumkani waseAsiriya, owasizisa apha.”+
14 “Yaye ngoku yoyikani uYehova+ nize nimkhonze ngokungenasiphoso nangenyaniso,+ nize nisuse oothixo ababekhonzwa ngookhokho benu ngaphesheya koMlambo naseYiputa,+ yaye nikhonze uYehova.
2 ngoko nangoko zaya kuZerubhabheli+ nakwiintloko+ zezindlu zooyise zaza zathi kubo: “Masakhe kunye nani;+ kuba, njengani kanye, sifuna uThixo wenu+ yaye sibingelela kuye ukususela ngemihla kaEsar-hadon+ ukumkani waseAsiriya, owasizisa apha.”+