Genesis 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+ INdumiso 96:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+ INdumiso 102:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wazibeka kwakudala iziseko zomhlaba,+Namazulu angumsebenzi wezandla zakho.+ Yohane 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Zonke izinto zabakho ngaye,+ yaye ngaphandle kwakhe akubangakho nanye into. Ngaye kuye kwabakho
5 Kuba bonke oothixo bezizwana bangoothixo abangenaxabiso;+Kodwa yena uYehova, wenze wona kanye amazulu.+