2 Kumkani 24:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile. 2 Kumkani 25:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Iintsika+ zobhedu ezazisendlwini kaYehova, neenqwelwana+ nolwandle lobhedu+ olwalusendlwini kaYehova, amaKhaledi aluqhekeza lwaziingceba baza ubhedu lwazo baluthwala balusa eBhabhiloni.+ 2 Kronike 36:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni. Yeremiya 27:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ngokuphathelele izitya eziseleyo endlwini kaYehova nasendlwini kakumkani wakwaYuda naseYerusalem, ukuthi,+ Yeremiya 52:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Iintsika zobhedu+ zendlu kaYehova neenqwelwana+ nolwandle+ lobhedu olwalusendlwini kaYehova amaKhaledi aziqhekeza aza aluthwalela eBhabhiloni lonke ubhedu lwazo.+ Daniyeli 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+
13 Wandula ke wabukhupha bonke ubuncwane bendlu kaYehova nabo bonke ubuncwane bendlu kakumkani,+ waza wayaphula yonke impahla yegolide+ eyayenziwe nguSolomon ukumkani wakwaSirayeli etempileni kaYehova, kanye njengoko uYehova wayethethile.
13 Iintsika+ zobhedu ezazisendlwini kaYehova, neenqwelwana+ nolwandle lobhedu+ olwalusendlwini kaYehova, amaKhaledi aluqhekeza lwaziingceba baza ubhedu lwazo baluthwala balusa eBhabhiloni.+
18 Zonke iimpahla,+ ezinkulu+ nezincinane, zendlu kaTHIXO oyinyaniso nobuncwane+ bendlu kaYehova nobuncwane bukakumkani+ nobeenkosana zakhe, yonk’ into wayizisa eBhabhiloni.
21 kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ngokuphathelele izitya eziseleyo endlwini kaYehova nasendlwini kakumkani wakwaYuda naseYerusalem, ukuthi,+
17 Iintsika zobhedu+ zendlu kaYehova neenqwelwana+ nolwandle+ lobhedu olwalusendlwini kaYehova amaKhaledi aziqhekeza aza aluthwalela eBhabhiloni lonke ubhedu lwazo.+
2 Ekuhambeni kwexesha uYehova wanikela esandleni sakhe uYehoyakim ukumkani wakwaYuda+ nenxalenye yempahla+ yendlu kaTHIXO oyinyaniso, wayisa ezweni laseShinare+ endlwini yothixo wakhe; zona izitya wazisa endlwini yobuncwane bothixo wakhe.+