2 Kumkani 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Yaye uYehu waqubula isaphetha+ sakhe waza watola kuYehoram phakathi kweengalo, kangangokuba utolo lwaphumela entliziyweni yakhe, wathi folokohlo kwinqwelo yakhe yokulwa.+ 2 Kumkani 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 UAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wakubona oko waza wasaba ngendlela yomyezo.+ (Kamva uYehu wamsukela waza wathi: “Naye! Mxabeleni!” [Ngoko bamxabela] ngoxa wayesenqwelweni kwindlela enyukayo eya eGure, engaseIbleyam.+ Waqhubeka nokusaba kwakhe waya eMegido+ waza wafela apho.+
24 Yaye uYehu waqubula isaphetha+ sakhe waza watola kuYehoram phakathi kweengalo, kangangokuba utolo lwaphumela entliziyweni yakhe, wathi folokohlo kwinqwelo yakhe yokulwa.+
27 UAhaziya+ ukumkani wakwaYuda wakubona oko waza wasaba ngendlela yomyezo.+ (Kamva uYehu wamsukela waza wathi: “Naye! Mxabeleni!” [Ngoko bamxabela] ngoxa wayesenqwelweni kwindlela enyukayo eya eGure, engaseIbleyam.+ Waqhubeka nokusaba kwakhe waya eMegido+ waza wafela apho.+