ABagwebi 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye uSirayeli wahlwempuzeka kakhulu ngenxa kaMidiyan; yaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo+ kuYehova. ABagwebi 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+ 2 Kronike 33:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+ INdumiso 78:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngalo lonke ixesha ebabulala, babebuzisa ngaye,+Baza babuya bamfuna uThixo.+
6 Kwaye uSirayeli wahlwempuzeka kakhulu ngenxa kaMidiyan; yaye oonyana bakaSirayeli bamemeza becela uncedo+ kuYehova.
10 Kwaye oonyana bakaSirayeli bamemeza kuYehova becela uncedo,+ besithi: “Sonile+ kuwe, ngenxa yokuba siye samshiya uThixo wethu saza sakhonza ooBhahali.”+
13 Yaye waqhubeka ethandaza Kuye, kangangokuba Yena wasabela kwisibongozo+ sakhe ibe Yena wakuva ukucela kwakhe ubabalo wambuyisela eYerusalem ebukumkanini bakhe;+ wamazi ke uManase uYehova ukuba unguTHIXO oyinyaniso.+