2 Kumkani 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wahamba waya kufika kumntu kaTHIXO oyinyaniso kwiNtaba yeKarmele. Yaye kwathi, kamsinya nje akumbona esekude umntu kaTHIXO oyinyaniso, ngoko nangoko wathi kuGehazi umlindi wakhe:+ “Khangela! Nankuya umfazi womShunem.
25 Wahamba waya kufika kumntu kaTHIXO oyinyaniso kwiNtaba yeKarmele. Yaye kwathi, kamsinya nje akumbona esekude umntu kaTHIXO oyinyaniso, ngoko nangoko wathi kuGehazi umlindi wakhe:+ “Khangela! Nankuya umfazi womShunem.