2 Kronike 26:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+ 2 Kronike 28:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Yaye kuzo zonke izixeko, kwanakwizixeko zakwaYuda, wenza iindawo eziphakamileyo+ zokuqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo,+ kangangokuba wamcaphukisa+ uYehova uTHIXO wookhokho bakhe.
16 Noko ke, wathi kamsinya nje akomelela, intliziyo yakhe yaba nekratshi+ ukusa kwinqanaba lokonakala,+ kangangokuba wenza ngokungathembeki kuYehova uThixo wakhe wangena etempileni kaYehova ukuba atshise isiqhumiso esibingelelweni sesiqhumiso.+
25 Yaye kuzo zonke izixeko, kwanakwizixeko zakwaYuda, wenza iindawo eziphakamileyo+ zokuqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo,+ kangangokuba wamcaphukisa+ uYehova uTHIXO wookhokho bakhe.