2 Samuweli 24:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko wathi ukumkani kuYowabhi+ intloko yemikhosi yamajoni owayekunye naye: “Nceda, khawutyhutyhe kuzo zonke izizwe zikaSirayeli, ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha,+ nize nibhalise abantu,+ ukuze ndilazi inani labantu.”+
2 Ngoko wathi ukumkani kuYowabhi+ intloko yemikhosi yamajoni owayekunye naye: “Nceda, khawutyhutyhe kuzo zonke izizwe zikaSirayeli, ukususela kwaDan ukusa eBher-shebha,+ nize nibhalise abantu,+ ukuze ndilazi inani labantu.”+