Eksodus 34:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UYehova wadlula phambi kobuso bakhe waza wavakalisa esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ nobabalo,+ ozeka kade umsindo,+ onobubele bothando obuninzi+ nenyaniso,+ INdumiso 51:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Ndibabale, Thixo, ngokobubele bakho obunothando.+Ngokobuninzi beenceba zakho kususe ukunxaxha kwam.+ Isaya 55:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+ IZililo 3:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+
6 UYehova wadlula phambi kobuso bakhe waza wavakalisa esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ nobabalo,+ ozeka kade umsindo,+ onobubele bothando obuninzi+ nenyaniso,+
51 Ndibabale, Thixo, ngokobubele bakho obunothando.+Ngokobuninzi beenceba zakho kususe ukunxaxha kwam.+
7 Umntu ongendawo makashiye indlela yakhe,+ nomntu owenzakalisayo makashiye iingcamango zakhe;+ makabuyele kuYehova, oya kuba nenceba kuye,+ kuThixo wethu, kuba uya kuxolela ngokukhulu.+
22 Zizenzo zobubele bothando+ bukaYehova ukuba sibe asifikanga esiphelweni sethu,+ ngenxa yokuba iinceba zakhe ngokuqinisekileyo aziyi kuphela.+