1 Kumkani 8:61 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 61 Yaye intliziyo yenu imele iphelele+ kuYehova uThixo wethu ngokuhamba ngemimiselo yakhe nangokugcina imiyalelo yakhe njengoko kunjalo namhlanje.” 2 Kumkani 20:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+ INdumiso 101:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndiza kwenza ngokunengqiqo ngendlela engenasiphoso.+Uya kuza nini na kum?+Ndiya kuhamba ngengqibelelo yentliziyo yam ngaphakathi endlwini yam.+
61 Yaye intliziyo yenu imele iphelele+ kuYehova uThixo wethu ngokuhamba ngemimiselo yakhe nangokugcina imiyalelo yakhe njengoko kunjalo namhlanje.”
3 “Owu Yehova, ndiyakubongoza, khawuncede ukhumbule+ ukuba ndiye ndahamba+ ngenyaniso+ phambi kwakho nangentliziyo epheleleyo,+ yaye okulungileyo emehlweni akho ndikwenzile.”+ Yaye uHezekiya walila kakhulu.+
2 Ndiza kwenza ngokunengqiqo ngendlela engenasiphoso.+Uya kuza nini na kum?+Ndiya kuhamba ngengqibelelo yentliziyo yam ngaphakathi endlwini yam.+