Genesis 32:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+ Yoshuwa 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?”
2 Ngoko nangoko uYakobi wathi, akuzibona: “Liqela likaThixo eli!”+ Ngoko ke wathi igama laloo ndawo yiMahanayim.+
14 Yathi: “Hayi, kodwa mna—ndize njengenkosana yomkhosi kaYehova.”+ Ngoko uYoshuwa wawa ngobuso bakhe emhlabeni waqubuda+ waza wathi kuyo: “Ithini iNkosi yam kumkhonzi wayo?”