1 Kumkani 1:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo. IMizekeliso 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+
40 Emva koko bonke abantu beza bemlandela, kwaye abantu babedlala iimbande+ benemihlali ngovuyo olukhulu,+ kangangokuba umhlaba+ wahlukana ngenxa yengxolo yabo.
10 Ngenxa yokulunga kwamalungisa idolophu iyachulumanca,+ kodwa xa abangendawo betshabalala kubakho intswahla yovuyo.+