Levitikus 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso. 1 Kronike 21:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Wandula ke uDavide wamakhela apho isibingelelo+ uYehova waza wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wabiza kuYehova,+ owathi yena wamphendula ngomlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo.
24 kwaza kwaphuma umlilo phambi koYehova,+ wawudla umnikelo otshiswayo namanqatha aphezu kwesibingelelo. Bathi bakukubona oko abantu, bakhwaza+ bonke baza bawa ngobuso.
26 Wandula ke uDavide wamakhela apho isibingelelo+ uYehova waza wanikela imibingelelo etshiswayo nemibingelelo yobudlelane, wabiza kuYehova,+ owathi yena wamphendula ngomlilo+ ovela emazulwini phezu kwesibingelelo somnikelo otshiswayo.