10 Kwaye wahlabela mgama wathi kubo: “Hambani, nidle izinto ezinamanqatha nize nisele izinto ezimnandi, nithumele izabelo+ kwabo bebengalungiselelwanga nto; kuba olu suku lungcwele kwiNkosi yethu, ningabi buhlungu, kuba uvuyo lukaYehova ligwiba lenu.”