1 Kumkani 22:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi, ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye lo waqalisa ukuthetha wenjenje, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+ IMizekeliso 27:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Amanxeba othandayo athembekile,+ kodwa ukwanga kothiyayo zizinto zokubongozwa.+
20 Kwaye uYehova wathi, ‘Ngubani na oya kumqhatha uAhabhi, ukuba anyuke aze aye kuwa eRamoti-giliyadi?’ Yaye lo waqalisa ukuthetha wenjenje, ngoxa lowa wayethetha esenjenjeya.+