Nehemiya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Amazwi kaNehemiya+ unyana kaHakaliya: Ke kaloku ngenyanga enguKislevu,+ ngonyaka wamashumi amabini,+ ndandikwinqaba iShushan.+ Estere 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngaloo mihla njengoko uKumkani uAhaswerosi wayehleli etroneni yakhe yobukhosi,+ eyayikwinqaba+ iShushan,+ Daniyeli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kulo mbono ke ndazifumana ndikwinqaba iShushan,+ kwiphondo lase-Elam;+ yaye kulo mbono ndabona ndimi ngasemfuleni waseUlayi.+
1 Amazwi kaNehemiya+ unyana kaHakaliya: Ke kaloku ngenyanga enguKislevu,+ ngonyaka wamashumi amabini,+ ndandikwinqaba iShushan.+
2 ngaloo mihla njengoko uKumkani uAhaswerosi wayehleli etroneni yakhe yobukhosi,+ eyayikwinqaba+ iShushan,+
2 Kulo mbono ke ndazifumana ndikwinqaba iShushan,+ kwiphondo lase-Elam;+ yaye kulo mbono ndabona ndimi ngasemfuleni waseUlayi.+