-
Ezra 10:14INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
14 Ngoko, iinkosana zethu+ mazincede zibe ngabameli bebandla lonke; yaye, bonke abo bakwizixeko zethu abaye banika abafazi basemzini indawo yokuhlala, mabeze kunye namadoda amakhulu esixeko ngasinye nabagwebi baso ngamaxesha amiselweyo, de sikuthothise ukuvutha komsindo kaThixo wethu kuthi, ngalo mbandela.”
-