Genesis 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ekuqaleni+ uThixo+ wadala+ amazulu nomhlaba.+ INdumiso 146:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 UMenzi wezulu nomhlaba,+Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ISityhilelo 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+
6 UMenzi wezulu nomhlaba,+Wolwandle, nowazo zonke izinto ezikuzo,+Lowo ugcina inyaniso ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ISityhilelo 14:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+
7 isithi ngelizwi elikhulu: “Moyikeni uThixo+ nimzukise,+ kuba lifikile ilixa lokugweba kwakhe,+ ngoko mnquleni Lowo wenza+ izulu nomhlaba nolwandle nemithombo yamanzi.”+