Yoshuwa 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+ 1 Kronike 22:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 “Akanani na uYehova uThixo wenu,+ yaye akaninikanga kuphumla na macala onke?+ Kuba wabanikela esandleni sam abemi beli lizwe, yaye loyiswa ilizwe phambi koYehova+ naphambi kwabantu bakhe.
18 Ngoko yahlanganiswa ndawonye yonke indibano yoonyana bakaSirayeli eShilo,+ yaye bamisa intente yokuhlangana apho,+ njengoko ilizwe laloyisiwe phambi kwabo.+
18 “Akanani na uYehova uThixo wenu,+ yaye akaninikanga kuphumla na macala onke?+ Kuba wabanikela esandleni sam abemi beli lizwe, yaye loyiswa ilizwe phambi koYehova+ naphambi kwabantu bakhe.