1 Kumkani 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+ INdumiso 50:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kaloku, wena—uluthiyile uqeqesho,+Namazwi am uqhubeka uwaphosela emva kwakho.+
9 kodwa wenza okubi ngakumbi kunabo bonke abo babengaphambi kwakho, wahamba waya kuzenzela omnye uthixo+ nemifanekiso etyhidiweyo+ ukuze undicaphukise,+ yaye undinikele umva;+