Estere 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 UEstere akazange athethe ngabantu bakowabo+ okanye ngezalamane zakhe, kuba uMordekayi wayembekele umyalelo ukuba angaxeli.+ Mateyu 10:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+
10 UEstere akazange athethe ngabantu bakowabo+ okanye ngezalamane zakhe, kuba uMordekayi wayembekele umyalelo ukuba angaxeli.+
16 “Khangelani! Ndinithuma njengezimvu phakathi kweengcuka;+ ngoko ke zingqineni nilumkile njengeenyoka+ ukanti nimsulwa njengamahobe.+