8 Zona ke izidalwa eziphilayo ezine,+ ngasinye sazo sinamaphiko amathandathu;+ zizele ngamehlo+ azijikelezileyo nangaphantsi. Kwaye aziphumli imini nobusuku njengoko zisithi: “Ungcwele, ungcwele, ungcwele uYehova+ uThixo, uSomandla,+ lowo wayekho nokhoyo+ nozayo.”