2 Samuweli 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuAbhishayi nakubo bonke abakhonzi bakhe: “Unyana wam, ophume ezibilinini zam, ufuna umphefumlo wam;+ kukangakanani ke ngomBhenjamin!+ Myekeni ukuze aqalekise, kuba uYehova utsho njalo kuye!
11 Waza uDavide wahlabela mgama wathi kuAbhishayi nakubo bonke abakhonzi bakhe: “Unyana wam, ophume ezibilinini zam, ufuna umphefumlo wam;+ kukangakanani ke ngomBhenjamin!+ Myekeni ukuze aqalekise, kuba uYehova utsho njalo kuye!