2 Samuweli 16:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina nyana bakaTseruya?+ Ngaloo ndlela myeke aqalekise,+ ngenxa yokuba uYehova ngokwakhe uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani na ongathi, ‘Kutheni ukuze wenze ngaloo ndlela?’”+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
10 Kodwa ukumkani wathi: “Ndinantoni na yakwenza nani,+ nina nyana bakaTseruya?+ Ngaloo ndlela myeke aqalekise,+ ngenxa yokuba uYehova ngokwakhe uthe kuye,+ ‘Mqalekise uDavide!’ Ngoko ngubani na ongathi, ‘Kutheni ukuze wenze ngaloo ndlela?’”+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+