INdumiso 9:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ukhalimele iintlanga,+ umtshabalalisile ongendawo.+Igama lazo ulisuse ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+ IMizekeliso 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Obumela ngokuqinileyo ubulungisa usingise ebomini,+ kodwa lowo usukela okubi usingise ekufeni kwakhe.+ Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
5 Ukhalimele iintlanga,+ umtshabalalisile ongendawo.+Igama lazo ulisuse ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+
19 Obumela ngokuqinileyo ubulungisa usingise ebomini,+ kodwa lowo usukela okubi usingise ekufeni kwakhe.+
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+