INdumiso 22:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wena uya kundizukisa ebandleni elikhulu;+Izibhambathiso zam ndiya kuzifezekisa phambi kwabo bamoyikayo.+ INdumiso 56:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Owu Thixo, ziphezu kwam izibhambathiso zakho.+Ndiya kwenza umbulelo kuwe.+ INdumiso 116:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndiya kuzifezekisa izibhambathiso zam kuYehova,+Ewe, phambi kwabo bonke abantu bakhe. INtshumayeli 5:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+
25 Wena uya kundizukisa ebandleni elikhulu;+Izibhambathiso zam ndiya kuzifezekisa phambi kwabo bamoyikayo.+
4 Xa sukuba ubhambathisa isibhambathiso kuThixo, musa ukuthingaza ukusifezekisa,+ ngokuba akayoliswa ziziyatha.+ Oko ukubhambathisileyo, kufezekise.+