Eksodus 22:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Nize ningamxhwalekisi nabani na ongumhlolokazi okanye inkwenkwe engenayise.+ Duteronomi 10:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka. INdumiso 10:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+ INdumiso 146:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+
18 ogwebela inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+ othanda umphambukeli+ amnike isonka nengubo yokwaleka.
14 Kuba wena uyibonile inkathazo nengqumbo.Uqhubeka ukhangele, ukuze ubafake esandleni sakho.+Uzinikela kuwe lowo unelishwa,+ inkwenkwe engenayise.Wena ungumncedi wayo.+
9 UYehova ulinda abaphambukeli;+Ukhulula inkwenkwe engenayise nomhlolokazi,+Kodwa indlela+ yabangendawo uyenza ibe gwenxa.+