INtshumayeli 8:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+ Isaya 56:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+ ISityhilelo 18:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngokomkhamo ezizukise nephile ngawo kubunewunewu bokungabi nazintloni, ukusa kuloo mkhamo yinikeni ukuthuthumba nokuzila.+ Kuba ithi entliziyweni yayo, ‘Ndingukumkanikazi,+ andingomhlolokazi,+ yaye andisayi kuze ndikubone ukuzila.’+
11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+
12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+
7 Ngokomkhamo ezizukise nephile ngawo kubunewunewu bokungabi nazintloni, ukusa kuloo mkhamo yinikeni ukuthuthumba nokuzila.+ Kuba ithi entliziyweni yayo, ‘Ndingukumkanikazi,+ andingomhlolokazi,+ yaye andisayi kuze ndikubone ukuzila.’+