Eksodus 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yizani ke! Masiqhubane ngobuqili nabo,+ kuba hleze bande, baze bathi xa kuthe kwehla imfazwe, bathelele abo basithiyileyo, balwe nathi, bandule bemke kweli lizwe.” 2 Kronike 20:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+ Estere 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa kwakuyinto ecekisekayo emehlweni akhe ukuba amse isandla uMordekayi yedwa, kuba babemxelele ngabantu bakuloMordekayi; yaye uHaman wafuna ukuwabhubhisa+ onke amaYuda awayekuwo wonke ummandla ka-Ahaswerosi, abantu bakuloMordekayi.+
10 Yizani ke! Masiqhubane ngobuqili nabo,+ kuba hleze bande, baze bathi xa kuthe kwehla imfazwe, bathelele abo basithiyileyo, balwe nathi, bandule bemke kweli lizwe.”
20 Kwathi emva koko oonyana bakaMowabhi+ noonyana baka-Amoni+ benamanye ama-Amonim+ beza kulwa noYehoshafati emfazweni.+
6 Kodwa kwakuyinto ecekisekayo emehlweni akhe ukuba amse isandla uMordekayi yedwa, kuba babemxelele ngabantu bakuloMordekayi; yaye uHaman wafuna ukuwabhubhisa+ onke amaYuda awayekuwo wonke ummandla ka-Ahaswerosi, abantu bakuloMordekayi.+