INdumiso 6:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ewe, umphefumlo wam uphazamiseke kakhulu;+Yaye wena, Yehova—kuya kude kube nini na?+ INdumiso 88:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kutheni na, Yehova, ukuze ulahle umphefumlo wam?+Kutheni na wamana ubufihla ubuso bakho kum?+ Isaya 59:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+
2 Kodwa ziziphoso zenu ezinahlukanisileyo noThixo+ wenu, zizono zenu ezibusithelisileyo ubuso bakhe kuni ukuze angeva.+