1 Kronike 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli. IZenzo 13:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+
7 “Ke kaloku uya kuthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Utsho uYehova wemikhosi ukuthi: “Mna ndakuthabatha edlelweni ekulandeleni umhlambi+ ukuba ube yinkokeli+ yabantu bam amaSirayeli.
22 Yaye emva kokumshenxisa,+ wabavelisela uDavide njengokumkani,+ lowo wanikela ubungqina ngaye wathi, ‘Ndifumene uDavide unyana kaYese,+ indoda evunyiweyo yintliziyo yam,+ oya kwenza zonke izinto endizinqwenelayo.’+